Inyanga ye Bhayibhile kwiHlabathi
isiXhosa
UMhlaba ebusuku, ubonwa esibhakabhakeni, izibane zezixeko zizoba unxweme lwaseMelika.

Ilizwi Elinye
Lehlabathi

Iintsuku ezingama-30. Ilizwi likaThixo. Ungenile?

UNovemba yinyanga yeBhayibhile kwihlabathi lonke

Ilizwi likaThixo litshintshe imbali. Livumele likutshintshe.

Xa abantu bahlangana neBhayibhile, iyaguqula ubomi, kwaye ubomi obuguqukileyo buguqula ihlabathi.

Ngo-Novemba, zibandakanye neLizwi likaThixo ubone okwenzekayo. Izifundo zibonisa ukuba ukuqhubekeka kwizibhalo kushintsha yonke into. Joyina intshukumo yehlabathi njengoko abantu, iinkonzo, iimpawu zamashishini ehlabathi, nee App zeBhayibhile zihlangana ukuchitha iintsuku ezingama-30 ezilandelelanayo kwiLizwi likaThixo nge-30-Day Bible Challenge.

Abantu emhlabeni jikelele abathabatha uMngeni weeNtsuku 30

Uyazibandakanya?

Zibandakanye neLizwi likaThixo iintsuku ezingama-30 ezilandelelanayo ngoMngeni weBhayibhile weeNtsuku ezingama-30.

Joyina iNtshukumo
  • Bhiyozela iBhayibhile
  • Chitha iintsuku 30 eLizwini likaThixo
  • Joyina intshukumo yeBhayibhile ehlabathini lonke
  • Fumana iimeyile ezikhuthazayo

Ingaba niliBandla?

Qhuba umyalezo okanye uthotho lwemiyalezo malunga nempembelelo yeLizwi likaThixo ngexesha lika-Novemba uze ukhuthaze ibandla lakho ukuba livule iLizwi likaThixo iintsuku ezingama-30 ezilandelelanayo kuloMngeni weentsuku ezingama-30.

Bhalisa IBandla Lam

Ingaba ungumbutho wenkolo?

Khuthaza uluntu lwakho ukuba luvule iLizwi likaThixo iintsuku ezingama-30 ezilandelelanayo kuloMngeni weentsuku ezingama-30.

Bhalisa kwiNkonzo yam
Abantu ababini befunda iiBhayibhile ezivulekileyo etafileni yamaplanga, omnye elandela kwifowuni, benekofu ecaleni.

Sonke, masibhiyozele Incwadi enkulu kunazo zonke kwelixesha.

Umgaqo-Nkqubo Wezabucala